Ndizibulisele
Lutsha
kwiindawo ngeendawo
eniphula phule nikuzo
nguPOZISA MATOTI
obulisayo
eNTSHONA KOLONI
inkqubo
endikuphathele yona
njengesiqhelo
ithi
ezolutsha ngolwesibini
makhe sivule ke
nali iqela
lisithi
lasithela kamnandi
apho
lutsha
izikolo zivuliwe
sifuna abantu
abazimiseleyo
kulo nyaka
abantu abazakwenza
ngcono
kunaba
balo nyaka uphelileyo
bafune yonk'into
namhlanje ke
ndinaye ke umntwana
endiniphathele yena
yena ufunda
phaya eSivuyile
uza kusichazela
ebefunda ntoni
kodwa ethubeni
masibambe nanku
yasithela kamnandi
apho
nani ke lutsha
nam ndiyanicenga
nibancedise
xa umzali
evuka ekuseni
ahambe ayo kusebenza
ukwenzela ukuba
 ube ne uniform 
ube nemali
yokuphatha esikolweni
ube nazo iincwadi
zokufunda esikomweni
kutheni ungamenzeli
lula
umama notata
ufunde
uqiniseke
uzimisele kakhulu
ngaphezu kokuba
uqhele ukwenza
kuba uncedisana nabo
udithanda
ukunikhumbuza
ndiyabukela
kuvulwa izikolo
bayalila abantwana
abanye bathi
khange ndiyifumane
indawo
andazi
ndiza kuthini
kulo nyaka
ebezazi
nyaka ophelileyo
ufunda 
yaye uza kupasa
nokuba awuzukupasa
sukuzibekela kulo nto
ngoku andizi
uthi ukuba
upasile
kube kukhona
ufunda indawo
ayenziwa njalo
qalisa ngoku
ndifuna ntoni
ndifuna ukuba
njengo mama, tata
ndandishumayele
umntu afuna ukuya
kwindawo
nokuba uza
kuya 
kuya 
ne 
nazo
zamani ke
